Snymaan – Ndiyolwa

iminathi adverts

Snymaan – Ndiyolwa mp3 download free

Download latest SA music

Snymaan – Ndiyolwa mp3 Download free

Finally the wait is over as high talented Ambitiouz Entertainment singer and performer Snymaan who have been hitting up the industry since this week decides to premiere his highly anticipated 2021 song titled Ndiyolwa. Cop below and enjoy.

VERY HOT: Emtee – Smogolo ft. Snymaan

“Ndiyolwa” will serve as his first appearance this year after the success of his “Umlilo” where he was featured by Dr MaVibes alongside Blaq Diamond, Manny Yack and Brvdley, and before that he went on loggerhead with Emtee on “Smogolo” before deciding to go solo today. The track will also be inclusive on his upcoming studio album which will be released later this year, so stay tuned with us as we will be the first to drop the full original mix. In the main time, update your playlist and leave a feedback with us using the comment box below.

Download latest SA music

Stream, and share “Ndiyolwa”. Don’t forget to drop your comments below.

DOWNLOAD Audio file

Snymaan – Ndiyolwa Lyrics:

[Chorus]
Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum’ icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum’ icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

[Post-Chorus]
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

[Verse 1]
Mayibizwe ingoma, mayibhotywe imbola
Maziwe indonga
Mayibizwe ingoma
Elijah MaSabatha, bathi siyabathakatha
Bakhusele moy’ongcwele ubashiya njani na?
Ndiyaqaqamba
Ndingena ngentlantsi yomlilo nditshis’ematheni
Ndiyaqaqamba
Ndingena embokweni ndivuthe ndinishisye emlotheni
Ndiyaqaqamba
Ndingena ngentlantsi yomlilo nditshis’ematheni
Ndiyaqaqamba
Ndingena embokweni ndivuthe ndinishisye emlotheni
Ndiyaqaqamba ndithemb’uvile angeke ndiphinde okwesithathu
Ndiyacela andifuni sizathu
Ndiyaqaqamba ndithemb’uvile angeke ndiphinde okwesithathu
Ndiyacela andifuni sizathu

[Chorus]
Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum’ icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum’ icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

[Post-Chorus]
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

[Verse 2]
Kutywatyushwa intonga
Akukho ndoda enye ekhuzayo kunzima kukhala amaquza
Konyuka amahlombe
Ndibona kunzima koontemekwane
Yikhombe ngentonga indoda eculayo yinike iyhuba lokuthetha
Ndibabamba ngenkolo, odade bekhuza Snymaan!
Qabela amtyholo
Ndibetha iqakala ndilandela ngehlombe
Gxuma gxuma ungalimala lihlombe
Igoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Iinkosi zindibiza inkokheli
Ndifana notata uManeli
Ndiphumelele idabi ndihamba nenkozo

[Chorus]
Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum’ icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum’ icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

[Post-Chorus]
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Tags:

Leave a Reply

%d bloggers like this: