Amanda Black – Egoli

iminathi telegram channel
iminathi adverts
Amanda Black - Egoli mp3 download

Amanda Black Egoli mp3 free download

Multiple award winning singer and songwriter Amanda Black who have been on low key for many months now is here today as she finally drops her long awaited single she called Egoli. Download below and enjoy.

VERY HOT: Amanda Black – Thandwa Ndim

iminathi ads 2

Stream, download and share “Egoli” by Amanda Black to support iminathi.

DOWNLOAD Audio file

Amanda Black – Egoli Lyrics:

Eh, mama
Eh, mama
Eh, mama, mama

Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli

Andlalanga ndiphand’ ubsuku bonke
Izolo ndihambe imini yonke
Indlela yam ijonge phambili, eh
Elivili alijiki bona nje

I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright
Ndithi, I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright

Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli

Ndifikile ndigalelekile
Intliziyo ibalulekile
Ndikhethiwe, ndikhethiwe
Ndikhethiwe, ndikhethiwe
Akekho ozondiqanda
Andizango lala
Akekh ozondiqanda
Andizango lala

I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright
Ndithi, I can’t give up now
Ndiyahamba mna
I’m going where the stars shine so bright

Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli, eh
Ndibhek egoli mama
Ndibhek egoli

DOWNLOAD FILE

Leave a Reply

%d bloggers like this: